Free Sun-EL Musician ft Ami Faku – Into Ingawe (Lyrics in Description)

Published on June 1, 2022





Ndandisemnyameni
Ndingaboni nalomnyango
Kwabalek’ iinsuku
Ndikhangela indlela yophuma

Kwenzek’ ismanga amaphupho afezeka
Kwavela kwalunga yonk’ into
Ndancedwa yinkolo nentsebenzo
Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (hhayi into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Aii Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (haiibo ingawe)
Ikhona nentlonipho

Into ingawe
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel’ amandla
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel’ amandla

Iminqweno yethu ivakele
Intando anayo ingango lwandle
Ingomso lethu liyathembisa
Kumele sikwazi ukubekezela

Kwenzek’ ismanga amaphupho afezeka
Kwavela kwalunga yonk’ into
Ndancedwa yinkolo nentsebenzo
Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (ingawe)
Ikhona nentlonipho
Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
O Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal’ intsebenzo (ehh into ingawe)
Ikhona nentlonipho

Into ingawe
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel’ amandla
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel’ amandla

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel’ amandla

Enjoyed this video?
"No Thanks. Please Close This Box!"